Results for namnye translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

namnye

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ukuze kungaqhayisi namnye umntu emehlweni akhe.

Amharic

ሥጋን የለበሰ ሁሉ በእግዚአብሔር ፊት እንዳይመካ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathi kuye, akukho namnye ubizwa ngelo gama kwimizalwane yakho.

Amharic

እነርሱም። ከወገንሽ ማንም በዚህ ስም የተጠራ የለም አሉአት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba akukho namnye kuthi uzidlelayo ubomi, akukho namnye uzifelayo.

Amharic

ከእኛ አንድ ስንኳ ለራሱ የሚኖር የለምና፥ ለራሱም የሚሞት የለም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ebengekaweli namnye kubo; babebhaptizelwe nje kodwa egameni lenkosi uyesu.

Amharic

በጌታ በኢየሱስ ስም ብቻ ተጠምቀው ነበር እንጂ ከእነርሱ በአንዱ ላይ ስንኳ ገና አልወረደም ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungabikho namnye ushukunyiswayo zezi mbandezelo; kuba nisazi ngokwenu ukuba simiselwe zona.

Amharic

በዚህ መከራ ማንም እንዳይናውጥ፥ ለዚህ እንደ ተመረጥን ራሳችሁ ታውቃላችሁና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akukho namnye unalo uthando olungaphezu kolu, lokuba ubomi bakhe abuncamele izihlobo zakhe.

Amharic

ነፍሱን ስለ ወዳጆቹ ከመስጠት ይልቅ ከዚህ የሚበልጥ ፍቅር ለማንም የለውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

phuthumani uxolo nabo bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona inkosi, engenabo;

Amharic

ከሰው ሁሉ ጋር ሰላምን ተከታተሉ ትቀደሱም ዘንድ ፈልጉ፥ ያለ እርሱ ጌታን ሊያይ የሚችል የለምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

abathengiswa ngeepeni ezimbini na oongqatyana abahlanu? ukanti akukho namnye kubo olityelweyo emehlweni kathixo.

Amharic

አምስት ድንቢጦች በአሥር ሳንቲም ይሸጡ የለምን? ከእነርሱም አንዲቱ ስንኳ በእግዚአብሔር ፊት አትረሳም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

mna ndizinika ubomi obungunaphakade; azisayi kutshabalala naphakade; akukho namnye uya kuzihlutha esandleni sam.

Amharic

እኔም የዘላለም ሕይወትን እሰጣቸዋለሁ፥ ለዘላለምም አይጠፉም፥ ከእጄም ማንም አይነጥቃቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yabona, ndiza kamsinya; kubambe ukuqinise onako, ukuze kungabikho namnye usithabathayo isithsaba sakho.

Amharic

እነሆ፥ ቶሎ ብዬ እመጣለሁ፤ ማንም አክሊልህን እንዳይወስድብህ ያለህን አጽንተህ ያዝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akukho namnye wakha wambona uthixo; unyana okuphela kwamzeleyo, lowo usesifubeni sikayise, nguye ocacise oko.

Amharic

መቼም ቢሆን እግዚአብሔርን ያየው አንድ ስንኳ የለም፤ በአባቱ እቅፍ ያለ አንድ ልጁ እርሱ ተረከው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba akukho namnye wakha wayithiya eyakhe inyama; usuka ayondle, ayigcine, njengokuba nayo inkosi ilenjenjalo ibandla.

Amharic

ማንም የገዛ ሥጋውን የሚጠላ ከቶ የለምና፥ ነገር ግን የአካሉ ብልቶች ስለሆንን፥ ክርስቶስ ደግሞ ለቤተ ክርስቲያን እንዳደረገላት፥ ይመግበዋል ይከባከበውማል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akukho namnye owakha wambona uthixo; ukuba sithi sithandane, uthixo uhleli kuthi, nothando lwakhe lugqibelele ngaphakathi kwethu.

Amharic

እግዚአብሔርን ማንም ከቶ አላየውም፤ እርስ በርሳችን ብንዋደድ እግዚአብሔር በእኛ ይኖራል ፍቅሩም በእኛ ፍጹም ሆኖአል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akukho namnye ubuhluthayo kum, ndiyabuncama mna ngokwam; ndinegunya lokubuncama, ndinegunya lokubuya ndibuthabathe; lo mthetho ndawamkela kubawo.

Amharic

እኔ በፈቃዴ አኖራታለሁ እንጂ ከእኔ ማንም አይወስዳትም። ላኖራት ሥልጣን አለኝ ደግሞም ላነሣት ሥልጣን አለኝ ይህችን ትእዛዝ ከአባቴ ተቀበልሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi uyesu kubo, yizani nomule. akubangakho namnye ke kubafundi waba nabuganga bakumbuza esithi, ungubani na? besazi nje ukuba yiyo inkosi.

Amharic

ኢየሱስም። ኑ፥ ምሳ ብሉ አላቸው። ከደቀ መዛሙርቱ አንድ ስንኳ። አንተ ማን ነህ? ብሎ ሊመረምረው የደፈረ አልነበረም፤ ጌታ መሆኑን አውቀው ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kweza babaninzi kuye, bathi, uyohane okunene akenzanga namnye umqondiso; kodwa ke zonke izinto, awazithethayo uyohane ngaye lo, zaziyinene.

Amharic

ብዙ ሰዎችም ወደ እርሱ መጥተው። ዮሐንስ አንድ ምልክት ስንኳ አላደረገም፥ ነገር ግን ዮሐንስ ስለዚህ ሰው የተናገረው ሁሉ እውነት ነበረ አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

okuphela konokungafi, ehleli ekukhanyeni okungenakusondelwa; ekungekho namnye kubantu owakha wambona, nonako ukumbona; kuye makubekho imbeko namandla angunaphakade. amen.

Amharic

እርሱ ብቻ የማይሞት ነው፤ ማንም ሊቀርበው በማይችል ብርሃን ይኖራል፤ አንድ ሰው እንኳ አላየውም ሊያይም አይቻለውም፤ ለእርሱ ክብርና የዘላለም ኃይል ይሁን፤ አሜን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

lowo weza kuyesu ebusuku, wathi kuye, rabhi, siyazi ukuba ungumfundisi ovela kuthixo; kuba akukho namnye unako ukuyenza le miqondiso uyenzayo wena, ukuba uthixo akanaye.

Amharic

መምህር ሆይ፥ እግዚአብሔር ከእርሱ ጋር ከሆነ በቀር አንተ የምታደርጋቸውን እነዚህን ምልክቶች ሊያደርግ የሚችል የለምና መምህር ሆነህ ከእግዚአብሔር ዘንድ እንደ መጣህ እናውቃለን አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke yena kubo, inene, ndithi kuni, akukho namnye ushiye indlu, nokuba ngabazali, nokuba ngabazalwana, nokuba ngumfazi, nokuba ngabantwana, ngenxa yobukumkani bukathixo,

Amharic

እርሱም። እውነት እላችኋለሁ፥ ስለ እግዚአብሔር መንግሥት ቤትን ወይም ወላጆችን ወይም ወንድሞችን ወይም ሚስትን ወይም ልጆችን የተወ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi kubo, hambani niye emzaneni lo ukhangelene nani; nothi ningena kuwo, nibe senifumana ithole le-esile libotshelelwe, ekungazanga kuhlale namnye umntu phezu kwalo; likhululeni nilizise.

Amharic

በፊታችሁ ወዳለችው መንደር ሂዱ፥ ወዲያውም ወደ እርስዋ ገብታችሁ ከሰው ማንም ገና ያልተቀመጠበት ውርንጫ ታስሮ ታገኛላችሁ፤ ፈትታችሁ አምጡልኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,792,327,204 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK