Results for ndizenza translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ndizenza

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wathi ke uyesu kubo, nam ke andinixeleli ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto.

Amharic

ኢየሱስም። እኔም በምን ሥልጣን እነዚህን እንዳደርግ አልነግራችሁም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

lowo wandithumayo unam; ubawo akandishiyanga ndedwa; ngokuba mna ndihleli ndizenza izinto ezikholekileyo kuye.

Amharic

የላከኝም ከእኔ ጋር ነው፤ እኔ ደስ የሚያሰኘውን ዘወትር አደርጋለሁና አብ ብቻዬን አይተወኝም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bamphendula uyesu bathi, asazi. wathi naye kubo, nam ke andinixeleli ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto.

Amharic

ለኢየሱስም መልሰው። አናውቅም አሉት። እርሱም ደግሞ። እኔም በምን ሥልጣን እነዚህን እንዳደርግ አልነግራችሁም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baphendula bathi kuyesu, asazi. aphendule uyesu athi kubo, nam andinixeleli ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto.

Amharic

ለኢየሱስም መልሰው። አናውቅም አሉት ኢየሱስም። እኔም በምን ሥልጣን እነዚህን እንዳደርግ አልነግራችሁም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza lowo uhleli phezu kwetrone wathi, uyabona, izinto zonke ndizenza ntsha. athi kum, bhala; ngokuba lawo ngamazwi ayinyaniso, athembekileyo.

Amharic

በዙፋንም የተቀመጠው። እነሆ፥ ሁሉን አዲስ አደርጋለሁ አለ። ለእኔም። እነዚህ ቃሎች የታመኑና እውነተኛዎች ናቸውና ጻፍ አለኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula ke uyesu wathi kubo, nam ndiya kubuza kuni zwi-nye; endothi, ukuba nithe nandixelela lona, ndinixelele nam ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto:

Amharic

ኢየሱስም መልሶ። እኔ ደግሞ አንዲት ነገር እጠይቃችኋለሁ፤ እናንተም ያችን ብትነግሩኝ እኔ ደግሞ እነዚህን በምን ሥልጣን እንዳደርግ እነግራችኋለሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,765,220,536 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK