Results for ngokutsha translation from Xhosa to Amharic

Xhosa

Translate

ngokutsha

Translate

Amharic

Translate
Translate

Instantly translate texts, documents and voice with Lara

Translate now

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

musa ukumangaliswa kukuba ndithe kuwe, nimelwe kukuthi nizalwe ngokutsha.

Amharic

ዳግመኛ ልትወለዱ ያስፈልጋችኋል ስላልሁህ አታድንቅ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayikwazi ukuthiya esi siqulathi seefayili se-imap ngokutsha ingekho kwi-intanethi.

Amharic

ዶሴ `%s'ን ማስፈጠር አልተቻለም፦ %s

Last Update: 2014-08-20
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nizelwe nje ngokutsha, kungengokwasembewini enokonakala, kungokwasembewini engenakonakala, ngelizwi likathixo eliphilileyo, elihleliyo ngonaphakade.

Amharic

ዳግመኛ የተወለዳችሁት ከሚጠፋ ዘር አይደለም፥ በሕያውና ለዘላለም በሚኖር በእግዚአብሔር ቃል ከማይጠፋ ዘር ነው እንጂ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayikwazi ukuthiya esi siqulathi seefayili ngokutsha isisuse `%s' isise `%s': umyalelo awulunganga

Amharic

ዶሴ `%s'ን ማስፈጠር አልተቻለም፦ %s

Last Update: 2014-08-20
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula uyesu wathi kuye, inene, inene, ndithi kuwe, ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukathixo.

Amharic

ኢየሱስም መልሶ። እውነት እውነት እልሃለሁ፥ ሰው ዳግመኛ ካልተወለደ በቀር የእግዚአብሔርን መንግሥት ሊያይ አይችልም አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayikwazi ukuthiya esi siqulathi seefayili ngokutsha isisuse `%s' isise `%s': igama lebhokisi ye-imeyile aliqinisekiswanga

Amharic

ዶሴ `%s'ን ማስፈጠር አልተቻለም፦ %s

Last Update: 2014-08-20
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoku ke, nakuba nimazile uthixo, hayi kanye mandithi, nakuba naziwe nguthixo, nenza ntoni na ukubuya niguqukele kwiziqalelo ezingenamandla, ezingenaluncedo, enithanda ukubuya nikhonze zona ngokutsha?

Amharic

አሁን ግን እግዚአብሔርን ስታውቁ ይልቅስ በእግዚአብሔር ስትታወቁ እንደ ገና ወደ ደካማ ወደሚናቅም ወደ መጀመሪያ ትምህርት እንዴት ትመለሳላችሁ? እንደ ገና ባሪያዎች ሆናችሁ ዳግመኛ ለዚያ ልትገዙ ትወዳላችሁን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
8,931,857,360 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK