Results for umzalwana translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

umzalwana

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wambulala ke uyakobi, umzalwana kayohane, ngekrele.

Amharic

የዮሐንስንም ወንድም ያዕቆብን በሰይፍ ገደለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke umzalwana othobekileyo makaqhayise ngako ukuphakama kwakhe;

Amharic

የተዋረደው ወንድም ግን በከፍታው፥ ባለ ጠጋም በውርደቱ ይመካ፤ እንደ ሣር አበባ ያልፋልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

lowo uthi usekukhanyeni, abe emthiyile umzalwana wakhe, usebumnyameni unangoku.

Amharic

በብርሃን አለሁ የሚል ወንድሙንም የሚጠላ እስከ አሁን በጨለማ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usuka umzalwana amangalelane nomzalwana, athi noko akwenze phambi kwabangakholiweyo.

Amharic

ነገር ግን ወንድም ወንድሙን ይከሳል፥ ይህም በማያምኑ ፊት ይደረጋልን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi kuye omnye kubafundi bakhe, uandreya, umzalwana kasimon petros,

Amharic

ከደቀ መዛሙርቱ አንዱ የስምዖን ጴጥሮስ ወንድም እንድርያስ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

andibonanga wumbi ke kubapostile, yaba nguyakobi, umzalwana wenkosi, yedwa.

Amharic

ነገር ግን ከጌታ ወንድም ከያዕቆብ በቀር ከሐዋርያት ሌላ አላየሁም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

aze ngokwazi kwakho oko atshabalale umzalwana oswele amandla, awathi ukristu wamfela.

Amharic

በአንተ እውቀትም ይህ ደካማ ይጠፋል፥ እርሱም ክርስቶስ የሞተለት ወንድም ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akavumela mntu ukuba alandelane naye, kwakuphela ngupetros noyakobi noyohane, umzalwana kayakobi.

Amharic

ከጴጥሮስም ከያዕቆብም ከያዕቆብም ወንድም ከዮሐንስ በቀር ማንም እንዲከተለው አልፈቀደም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yayinguandreya, umzalwana kasimon petros, omnye wabo babini, babeve kuyohane, bamlandela.

Amharic

መጥታችሁ እዩ አላቸው። መጥተው የሚኖርበትን አዩ፥ በዚያም ቀን በእርሱ ዘንድ ዋሉ፤ አሥር ሰዓት ያህል ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba ke umzalwana, nokuba ngudade, bathi bahambe ze, beswele ukudla imihla ngemihla,

Amharic

ወንድም ወይም እኅት ራቁታቸውን ቢሆኑ የዕለት ምግብንም ቢያጡ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

upawulos, umbanjwa kakristu yesu, notimoti umzalwana, babhalela ufilemon oyintanda, osebenzisana nathi,

Amharic

የክርስቶስ ኢየሱስ እስር ጳውሎስ ወንድሙም ጢሞቴዎስ፥ ለተወደደውና አብሮን ለሚሠራ ለፊልሞና፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoko xa sukuba uwusondeza umnikelo wakho esibingelelweni, wathi ulapho wakhumbula ukuba umzalwana wakho unendawo ngakuwe,

Amharic

እንግዲህ መባህን በመሠዊያው ላይ ብታቀርብ፥ በዚያም ወንድምህ አንዳች በአንተ ላይ እንዳለው ብታስብ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zilumkeleni; ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, mkhalimele; ukuba uthe waguquka, mxolele.

Amharic

ለራሳችሁ ተጠንቀቁ። ወንድምህ ቢበድልህ ገሥጸው፥ ቢጸጸትም ይቅር በለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

izinto zonke ezilunge nam wonazisa utikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo, ongumkhonzi kunye nam enkosini;

Amharic

የተወደደ ወንድምና የታመነ አገልጋይ በጌታም አብሮኝ ባሪያ የሆነ ቲኪቆስ ኑሮዬን ሁሉ ያስታውቃችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usimon, awamthiya nelokuba ngupetros, noandreya, umzalwana wakhe; uyakobi noyohane; ufilipu nobhartolomeyu;

Amharic

እነርሱም፥ ጴጥሮስ ብሎ እንደ ገና የሰየመው ስምዖን፥ ወንድሙም እንድርያስ፥ ያዕቆብም ዮሐንስም፥ ፊልጶስም በርተሎሜዎስም፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku umzalwana uya kunikela umzalwana ekufeni, aze uyise anikele umntwana; bathi nabantwana basuke phezu kwabazali bababulalisise;

Amharic

ወንድምም ወንድሙን፥ አባትም ልጁን ለሞት አሳልፎ ይሰጣል፥ ልጆችም በወላጆቻቸው ላይ ይነሣሉ ይገድሉአቸውማል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kodwa ke ukuba lowo ungakholiweyo uyahluka, makahluke; umzalwana nokuba ngudade akabotshelelwe, xa kunjalo; ke uthixo usibizele eluxolweni.

Amharic

የማያምን ግን ቢለይ ይለይ፤ ወንድም ቢሆን ወይም እኅት እንዲህ በሚመስል ነገር አይገዙም፤ እግዚአብሔር ግን በሰላም ጠርቶናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

besithi, mfundisi, umoses wathi, ukuba ubani uthe wafa engenabantwana, wothi umzalwana wakhe amngene umfazi wakhe, amvelisele imbewu umzalwana wakhe.

Amharic

እንዲህም ብለው ጠየቁት። መምህር ሆይ፥ ሙሴ አንድ ሰው ልጅ ሳይወልድ ሲሞት ወንድሙ ሚስቱን አግብቶ ለወንድሙ ዘር ይተካ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba kungabikho ugqithisayo, amlumkise umzalwana wakhe emcimbini lowo; ngenxa enokuba inkosi ngumphindezeli wazo zonke ezi zinto, njengoko sasinixelele ngenxa engaphambili, saniqononondisa.

Amharic

አስቀድመን ደግሞ እንዳልናችሁና እንደ መሰከርንላችሁ፥ ጌታ ስለዚህ ነገር ሁሉ የሚበቀል ነውና ማንም በዚህ ነገር አይተላለፍ ወንድሙንም አያታልል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba umntu uthe, ndiyamthanda uthixo, wamthiya umzalwana wakhe, ulixoki; kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe ambonileyo, angathini na ukumthanda uthixo angambonanga?

Amharic

ማንም። እግዚአብሔርን እወዳለሁ እያለ ወንድሙን ቢጠላ ሐሰተኛ ነው፤ ያየውን ወንድሙን የማይወድ ያላየውን እግዚአብሔርን ሊወደው እንዴት ይችላል?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,777,902,685 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK