Results for waqala translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

waqala

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

waqala ke upetros wabatyhilela ngokucacileyo, esithi,

Amharic

ጴጥሮስ ግን ከመጀመሪያው ጀምሮ በተራ ገለጠላቸው እንዲህም አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

besithi, lo mntu waqala ukwakha, wakhohlwa ukugqiba.

Amharic

ይህ ሰው ሊሠራ ጀምሮ ሊደመድመው አቃተው ብለው ሊዘብቱበት ይጀምራሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabaphendula ke uyesu waqala ukuthi, lumkani ningalahlekiswa bani;

Amharic

ኢየሱስም መልሶ እንዲህ ይላቸው ጀመር። ማንም እንዳያስታችሁ ተጠንቀቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waqala ke ukushwabula nokufunga, esithi, andimazi loo mntu nimthethayo.

Amharic

እርሱ ግን። ይህን የምትሉትን ሰው አላውቀውም ብሎ ይረገምና ይምል ጀመር። ወዲያውም ዶሮ ሁለተኛ ጮኸ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waqala ke ukuthi kubo, namhlanje esi sibhalo sizalisekile ezindlebeni zenu.

Amharic

እርሱም። ዛሬ ይህ መጽሐፍ በጆሮአችሁ ተፈጸመ ይላቸው ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza, eye kungena etempileni, waqala ukubakhupha abo babethengisa kuyo, nababethenga;

Amharic

ወደ መቅደስም ገብቶ በእርሱ የሚሸጡትን የሚገዙትንም ያወጣ ጀመር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waqala oko uyesu ukumemeza, esithi, guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.

Amharic

የተባለው ይፈጸም ዘንድ ይህ ሆነ። ከዚያ ዘመን ጀምሮ ኢየሱስ። መንግሥተ ሰማያት ቀርባለችና ንስሐ ግቡ እያለ ይሰብክ ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waqala upetros ukuthi kuye, uyabona, thina sishiye iinto zonke, sakulandela.

Amharic

ጴጥሮስም። እነሆ፥ እኛ ሁሉን ትተን ተከተልንህ ይለው ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akubon’ ukuba udle konke, kwabakho indlala enzima kwelo zwe, waqala ukuswela naye.

Amharic

ሁሉንም ከከሰረ በኋላ በዚያች አገር ጽኑ ራብ ሆነ፥ እርሱም ይጨነቅ ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza waqala ukushwabula nokufunga, esithi, andimazi loo mntu. yasuka yalila kwaoko inkuku.

Amharic

በዚያን ጊዜ። ሰውየውን አላውቀውም ብሎ ሊራገምና ሊምል ጀመረ። ወዲያውም ዶሮ ጮኸ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza waqala ukuyidubula loo mizi yayenzeke kuyo inkoliso yemisebenzi yakhe yamandla, ngokuba ingaguqukanga, esithi,

Amharic

በዚያን ጊዜ የሚበዙ ተአምራት የተደረገባቸውን ከተማዎች ንስሐ ስላልገቡ ሊነቅፋቸው ጀመረ እንዲህም አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi akuva ukuba nguyesu wasenazarete, waqala ukudanduluka wathi, yesu nyana kadavide, ndenzele inceba.

Amharic

የናዝሬቱ ኢየሱስም እንደ ሆነ በሰማ ጊዜ። የዳዊት ልጅ ኢየሱስ ሆይ፥ ማረኝ እያለ ይጮኽ ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ubabizele kuye abalishumi elinababini, waqala ukubathuma ngababini, ngababini; wayebanika igunya koomoya abangcolileyo;

Amharic

አስራ ሁለቱንም ወደ እርሱ ጠራ ሁለት ሁለቱንም ይልካቸው ጀመር፥ በርኵሳን መናፍስትም ላይ ሥልጣን ሰጣቸው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi upetros emthabathele kuye, waqala ukumkhalimela, esithi, makube camagu kuwe nkosi; oko akuyi kukha kubekho kuwe.

Amharic

ጴጥሮስም ወደ እርሱ ወስዶ። አይሁንብህ ጌታ ሆይ፤ ይህ ከቶ አይደርስብህም ብሎ ሊገሥጸው ጀመረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku waqala wathetha ebantwini lo mzekeliso: umntu othile watyala isidiliya, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe umzuzu owaneleyo.

Amharic

ይህንም ምሳሌ ለሕዝቡ ይላቸው ጀመር። አንድ ሰው የወይን አትክልት ተከለ ለገበሬዎችም አከራይቶ ለብዙ ዘመን ወደ ሌላ አገር ሄደ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke akuphuma uyesu, wabona isihlwele esikhulu; wasikwa yimfesane ngabo, ngokuba babenjengezimvu ezingenamalusi; waqala ukubafundisa iindawo ezininzi.

Amharic

ኢየሱስም ወጥቶ ብዙ ሕዝብ አየና እረኛ እንደሌላቸው በጎች ስለ ነበሩ አዘነላቸው፥ ብዙም ነገር ያስተምራቸው ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bafika eyerusalem. waza uyesu, eye kungena etempileni, waqala wabakhupha ababethengisa nababethenga etempileni; wathi neetafile zabanani bemali nezihlalo zabathengisa ngamahobe wazibhukuqa.

Amharic

ወደ ኢየሩሳሌምም መጡ። ወደ መቅደስም ገብቶ በመቅደስ የሚሸጡትንና የሚገዙትን ያወጣ ጀመር፥ የገንዘብ ለዋጮችንም ገበታዎች የርግብ ሻጭዎችንም ወንበሮች ገለበጠ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waqala ukuthi kubo ngemizekeliso, umntu watyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo seediliya, wakha inyango, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye.

Amharic

በምሳሌም ይነግራቸው ጀመር። አንድ ሰው የወይን አትክልት ተከለ፥ ቅጥርም ቀጠረለት፥ መጥመቂያም ማሰለት፥ ግንብም ሠራና ለገበሬዎች አከራይቶ ወደ ሌላ አገር ሄደ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, zakubon’ ukuba ziqukene iindimbane, waqala ukuthi, esi sizukulwana singendawo, singxamele umqondiso; ukanti asiyi kunikwa mqondiso, ingenguwo umqondiso kayona umprofeti.

Amharic

ብዙ ሕዝብም በተሰበሰቡ ጊዜ እንዲህ ይል ጀመር። ይህ ትውልድ ክፉ ነው፤ ምልክት ይፈልጋል፥ ከነቢዩም ከዮናስ ምልክት በቀር ምልክት አይሰጠውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, bakubon’ ukuba bemkile abathunywa bakayohane, waqala wathi kwisihlwele ngaye uyohane, naye niphume naya kubona ntoni na entlango? yaye iyingcongolo na, izanyazanyiswa ngumoya?

Amharic

የዮሐንስ መልክተኞችም ከሄዱ በኋላ፥ ለሕዝቡ ስለ ዮሐንስ ይናገር ጀመር እንዲህም አለ። ምን ልታዩ ወደ ምድረ በዳ ወጣችሁ? ነፋስ የሚወዘውዘውን ሸምበቆን? ወይስ ምን ልታዩ ወጣችሁ?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,780,163,832 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK