Results for xenikweni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

xenikweni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ke xenikweni ithe ke yona yabuyela enkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.

Amharic

ወደ ጌታ ግን ዘወር ባለ ጊዜ ሁሉ መጋረጃው ይወሰዳል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokunjalo nathi, xenikweni besingabantwana, besingamakhoboka aphantsi kweziqalelo zehlabathi.

Amharic

እንዲሁ እኛ ደግሞ ሕፃናት ሆነን ሳለን ከዓለም መጀመሪያ ትምህርት በታች ተገዝተን ባሪያዎች ነበርን፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xenikweni ngoko nithe nahlangana ndawonye, asikuko ukuba nidle isidlo senkosi;

Amharic

እንግዲህ አብራችሁ ስትሰበሰቡ የምትበሉት የጌታ እራት አይደለም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthe ke, xenikweni uyesu ebewagqibile la mazwi, zakhwankqiswa iindimbane kukufundisa kwakhe;

Amharic

ኢየሱስም ይህን ነገር በጨረሰ ጊዜ ሕዝቡ በትምህርቱ ተገረሙ፤ እንደ ጻፎቻቸው ሳይሆን

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba umnqophiso uqiniseka bakuba befile, ekubeni ungaze ube namandla xenikweni asadla ubomi lowo unqophisileyo.

Amharic

ሰው ሲሞት ኑዛዜው ይጸናልና፥ ተናዛዡ በሕይወት ሲኖር ግን ከቶ አይጠቅምም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, xenikweni upetros wafikayo kwa-antiyokwe, ndamelana naye ngokusekuhleni, ngokuba ube engogwetyiweyo.

Amharic

ነገር ግን ኬፋ ወደ አንጾኪያ በመጣ ጊዜ ፊት ለፊት ተቃወምሁት፥ ይፈረድበት ዘንድ ይገባ ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba xenikweni besikuni, sanixelela ngenxa engaphambili ukuba siza kubandezelwa; njengokuba kwaba njalo, nani niyazi.

Amharic

በእውነት ከእናንተ ጋር ሳለን፥ መከራ እንቀበል ዘንድ እንዳለን አስቀድመን እንነግራችሁ ነበር፤ እንዲሁም ደግሞ ሆነ፥ ይህንም ታውቃላችሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xenikweni ngoko wafikayo kwelasegalili, bamamkela abasegalili ababezibonile zonke izinto awazenzayo eyerusalem emthendelekweni; kuba babeyile nabo emthendelekweni.

Amharic

ወደ ገሊላም በመጣ ጊዜ፥ የገሊላ ሰዎች ራሳቸው ደግሞ ለበዓል መጥተው ነበርና በበዓል በኢየሩሳሌም ያደረገውን ሁሉ ስላዩ ተቀበሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xenikweni ke bakholwayo ngufilipu, eshumayela iindaba ezilungileyo zezinto zobukumkani bukathixo, nezegama likayesu kristu, babhaptizwa amadoda kwanabafazi.

Amharic

ነገር ግን ስለ እግዚአብሔር መንግሥትና ስለ ኢየሱስ ክርስቶስ ስም እየሰበከላቸው ፊልጶስን ባመኑት ጊዜ፥ ወንዶችም ሴቶችም ተጠመቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke ngoko, xenikweni wavukayo kwabafileyo, bakhumbula abafundi bakhe, ukuba ebekuthethile oku kubo, bakholwa sisibhalo nalilizwi awalithethayo uyesu.

Amharic

ስለዚህ ከሙታን ከተነሣ በኋላ ደቀ መዛሙርቱ ይህን እንደ ተናገረ አሰቡና መጽሐፍንና ኢየሱስ የተናገረውን ቃል አመኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nani ke basefilipi, niyazi ukuba, ekuqalekeni kweendaba ezilungileyo ezi, xenikweni ndaphumayo kwelasemakedoni, akubangakho nalinye ibandla eladlelana nam, ngokusingisele emcimbini wokunikela nowokwamkela, yaba nini nedwa.

Amharic

የፊልጵስዩስ ሰዎች ሆይ፥ ወንጌል በመጀመሪያ ሲሰበክ፥ ከመቄዶንያ በወጣሁ ጊዜ፥ ከእናንተ ብቻ በቀር ሌላ ቤተ ክርስቲያን በመስጠትና በመቀበል ስሌት ከእኔ ጋር እንዳልተካፈለች እናንተ ደግሞ ታውቃላችሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,768,708,435 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK