Hai cercato la traduzione di imini da Xhosa a Amarico

Traduzione automatica

Imparare a tradurre dagli esempi di traduzione forniti da contributi umani.

Xhosa

Amharic

Informazioni

Xhosa

imini

Amharic

 

Da: Traduzione automatica
Suggerisci una traduzione migliore
Qualità:

Contributi umani

Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.

Aggiungi una traduzione

Xhosa

Amarico

Informazioni

Xhosa

awagcina ke namasango imini nobusuku, ukuba amsike.

Amarico

ሳውል ግን አሳባቸውን አወቀ። ይገድሉትም ዘንድ በሌሊትና በቀን የከተማይቱን በር ሁሉ ይጠቀብቁ ነበር፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

phaphani ngoko, ngokuba ningayazi imini kwanalo ilixa.

Amarico

ቀኒቱንና ሰዓቲቱን አታውቁምና እንግዲህ ንቁ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uthe ngoko uyesu, myeke; uwalondolozele imini yokungcwatywa kwam.

Amarico

ኢየሱስም። ለምቀበርበት ቀን እንድትጠብቀው ተውአት፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ke nina, bazalwana, anisebumnyameni, ukuba imini leyo iniqubule njengesela.

Amarico

እናንተ ግን፥ ወንድሞች ሆይ፥ ቀኑ እንደ ሌባ ይደርስባችሁ ዘንድ በጨለማ አይደላችሁም፥

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ke ngokubhekisele kusirayeli uthi, imini yonke izandla zam ndizolulele kubantu abangevayo, abaphikayo.

Amarico

ስለ እስራኤል ግን። ቀኑን ሁሉ ወደማይታዘዝና ወደሚቃወም ሕዝብ እጆቼን ዘረጋሁ ይላል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. buyanele imini leyo obayo ububi.

Amarico

ነገ ለራሱ ይጨነቃልና ለነገ አትጨነቁ፤ ለቀኑ ክፋቱ ይበቃዋል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

iyakwazi inkosi ukubahlangula ekuhendweni abahlonela uthixo; ke abangemalungisa ibagcinele imini yomgwebo, ukuba babethwe;

Amarico

ጌታ እግዚአብሔርን የሚያመልኩትን ከፈተና እንዴት እንዲያድን፥ በደለኞችንም ይልቁንም በርኵስ ምኞት የሥጋን ፍትወት እየተከተሉ የሚመላለሱትን ጌትነትንም የሚንቁትን እየቀጣቸው ለፍርድ ቀን እንዴት እንዲጠብቅ ያውቃል። ደፋሮችና ኵሩዎች ሆነው ሥልጣን ያላቸውን ሲሳደቡ አይንቀጠቀጡም፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ke yena uthixo akayi kukha abalungise na abanyulwa bakhe, abakhala kuye imini nobusuku, noko azeka kade umsindo ngabo?

Amarico

እግዚአብሔር እንኪያስ ቀንና ሌሊት ወደ እርሱ ለሚጮኹ ለሚታገሣቸውም ምርጦቹ አይፈርድላቸውምን?

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ilanga liya kusuka libe mnyama, ithi inyanga ibe ligazi; phambi kokuba ize imini yenkosi, leyo inkulu ibalulekileyo.

Amarico

ታላቅ የሆነ የተሰማም የጌታ ቀን ሳይመጣ ፀሐይ ወደ ጨለማ ጨረቃም ወደ ደም ይለወጣሉ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ngenxa yoko baphambi kwetrone kathixo, bemkhonza imini nobusuku etempileni yakhe; nalowo uhleli phezu kwetrone uya kuba ngumnquba phezu kwabo.

Amarico

ስለዚህ በእግዚአብሔር ዙፋን ፊት አሉ፥ ሌሊትና ቀንም በመቅደሱ ያመልኩታል፥ በዙፋኑም ላይ የተቀመጠው በእነርሱ ላይ ያድርባቸዋል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

umsi wokuthuthunjelwa kwabo unyuka use emaphakadeni asemaphakadeni; abanakuphumla imini nobusuku abo banqula irhamncwa nomfanekiselo walo, nomntu ukuba uthi alwamkele uphawu lwegama lalo.

Amarico

የሥቃያቸውም ጢስ ለዘላለም እስከ ዘላለም ድረስ ይወጣል፥ ለአውሬውና ለምስሉም የሚሰግዱ የስሙንም ምልክት የሚቀበል ሁሉ ቀንና ሌሊት ዕረፍት የላቸውም።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

iya kufika ke imini yenkosi njengesela ebusuku, eliya kuthi ngayo izulu lidlule liqhuqhumba, zithi ke iziqalelo zitshe, zichithakale, nomhlaba nayo imisebenzi ekuwo itshiswe kuthi tu.

Amarico

የጌታው ቀን ግን እንደ ሌባ ሆኖ ይመጣል፤ በዚያም ቀን ሰማያት በታላቅ ድምፅ ያልፋሉ፥ የሰማይም ፍጥረት በትልቅ ትኵሳት ይቀልጣል፥ ምድርም በእርስዋም ላይ የተደረገው ሁሉ ይቃጠላል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

zaye zone izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke, nangaphakathi zizele ngamehlo; zingaphumli imini nobusuku, zisithi: ingcwele, ingcwele, ingcwele inkosi uthixo usomandla, leyo yayikho, ikhoyo, izayo.

Amarico

አራቱም እንስሶች እያንዳንዳቸው ስድስት ክንፎች አሉአቸው፥ በዙሪያቸውና በውስጣቸውም ዓይኖች ሞልተውባቸዋል፤ ቅዱስ፥ ቅዱስ፥ ቅዱስ፥ የነበረውና ያለ የሚመጣውም ሁሉንም የሚገዛ ጌታ አምላክ እያሉ ቀንና ሌሊት አያርፉም።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Ottieni una traduzione migliore grazie a
7,749,980,379 contributi umani

Ci sono utenti che chiedono aiuto:



I cookie ci aiutano a fornire i nostri servizi. Utilizzando tali servizi, accetti l'utilizzo dei cookie da parte nostra. Maggiori informazioni. OK