Hai cercato la traduzione di unguye da Xhosa a Francese

Xhosa

Traduttore

unguye

Traduttore

Francese

Traduttore
Traduttore

Traduci istantaneamente testi, documenti e voce con Lara

Traduci ora

Contributi umani

Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.

Aggiungi una traduzione

Xhosa

Francese

Informazioni

Xhosa

esithi, ukuba wena unguye ukumkani wamayuda, zisindise.

Francese

ils disaient: si tu es le roi des juifs, sauve-toi toi-même!

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

kuba umyuda asingulowo unguye ngokwangaphandle, nolwaluko asilulo olo lwangaphandle enyameni;

Francese

le juif, ce n`est pas celui qui en a les dehors; et la circoncision, ce n`est pas celle qui est visible dans la chair.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

waphendula ke usimon petros wathi, wena unguye ukristu, unyana kathixo ophilileyo.

Francese

simon pierre répondit: tu es le christ, le fils du dieu vivant.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ngubani na lowo uleyisayo ihlabathi, ingenguye okholwayo ukuba uyesu unguye unyana kathixo?

Francese

qui est celui qui a triomphé du monde, sinon celui qui croit que jésus est le fils de dieu?

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

aphendule unataniyeli athi kuye, rabhi, wena unguye unyana kathixo, wena unguye ukumkani kasirayeli.

Francese

nathanaël répondit et lui dit: rabbi, tu es le fils de dieu, tu es le roi d`israël.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

othe wavuma ukuba uyesu unguye unyana kathixo, uthixo uhleli kuye, naye uhleli kuye uthixo.

Francese

celui qui confessera que jésus est le fils de dieu, dieu demeure en lui, et lui en dieu.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

upilato wambuza esithi, unguye na ukumkani wamayuda? waphendula ke yena wathi kuye, nawe utsho.

Francese

pilate l`interrogea: es-tu le roi des juifs? jésus lui répondit: tu le dis.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

upilato wambuza ke, esithi, unguye na ukumkani wamayuda? umphendule ke yena wathi, nawe utsho.

Francese

pilate l`interrogea, en ces termes: es-tu le roi des juifs? jésus lui répondit: tu le dis.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wabuya ngoko wangena upilato endlwini yerhuluneli, wambiza uyesu, wathi kuye, wena unguye na ukumkani wamayuda?

Francese

pilate rentra dans le prétoire, appela jésus, et lui dit: es-tu le roi des juifs?

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

nabo oomoya abangcolileyo babesithi, xa sukuba bembona, bawe phantsi kuye, bakhale, besithi, unguye wena unyana kathixo.

Francese

les esprits impurs, quand ils le voyaient, se prosternaient devant lui, et s`écriaient: tu es le fils de dieu.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wema ke uyesu phambi kwerhuluneli, yambuza irhuluneli isithi, unguye na ukumkani wamayuda? wathi ke uyesu kuyo, nawe utsho.

Francese

jésus comparut devant le gouverneur. le gouverneur l`interrogea, en ces termes: es-tu le roi des juifs? jésus lui répondit: tu le dis.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

kodwa le ibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uyesu unguye ukristu, unyana kathixo, nokuze nithi, nikholwa, nibe nabo ubomi egameni lakhe.

Francese

mais ces choses ont été écrites afin que vous croyiez que jésus est le christ, le fils de dieu, et qu`en croyant vous ayez la vie en son nom.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wahlala yena uyesu wathi tu. waphendula umbingeleli omkhulu wathi kuye, ndikufungisa uthixo ophilileyo, ukuba usixelele ukuba unguye na ukristu, unyana kathixo.

Francese

jésus garda le silence. et le souverain sacrificateur, prenant la parole, lui dit: je t`adjure, par le dieu vivant, de nous dire si tu es le christ, le fils de dieu.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wahlala ke yena wathi tu, akaphendula nento. wabuya umbingeleli omkhulu wambuza, wathi kuye, unguye na ukristu, unyana walowo ungowokubongwa?

Francese

jésus garda le silence, et ne répondit rien. le souverain sacrificateur l`interrogea de nouveau, et lui dit: es-tu le christ, le fils du dieu béni?

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

baye bemi abantu bebonela. babemsinekela ke nabaphathi bamayuda kunye nabo, besithi, wabasindisa abanye; makazisindise, ukuba lo unguye ukristu, umnyulwa kathixo.

Francese

le peuple se tenait là, et regardait. les magistrats se moquaient de jésus, disant: il a sauvé les autres; qu`il se sauve lui-même, s`il est le christ, l`élu de dieu!

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

zaye ke needemon ziphuma kwabaninzi, zikhala zisithi, wena unguye ukristu, unyana kathixo. uthe ezikhalimela, akazivumela ukuba zithethe; ngokuba bezimazi ukuba unguye ukristu.

Francese

des démons aussi sortirent de beaucoup de personnes, en criant et en disant: tu es le fils de dieu. mais il les menaçait et ne leur permettait pas de parler, parce qu`ils savaient qu`il était le christ.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wathandaza uhezekiya phambi koyehova, wathi, yehova, thixo wakwasirayeli, uhleli wena phakathi kweekerubhi, unguye uthixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena uwenzile amazulu nehlabathi.

Francese

à qui il adressa cette prière: Éternel, dieu d`israël, assis sur les chérubins! c`est toi qui es le seul dieu de tous les royaumes de la terre, c`est toi qui as fait les cieux et la terre.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wakhala ngezwi elikhulu, esithi, yoo! yini na enathi nawe, yesu wasenazarete? uze kusitshabalalisa na? ndiyakwazi wena, lowo unguye; ungoyingcwele kathixo.

Francese

ah! qu`y a-t-il entre nous et toi, jésus de nazareth? tu es venu pour nous perdre. je sais qui tu es: le saint de dieu.

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Ottieni una traduzione migliore grazie a
9,571,070,014 contributi umani

Ci sono utenti che chiedono aiuto:



I cookie ci aiutano a fornire i nostri servizi. Utilizzando tali servizi, accetti l'utilizzo dei cookie da parte nostra. Maggiori informazioni. OK