プロの翻訳者、企業、ウェブページから自由に利用できる翻訳レポジトリまで。
uahaziya, unyana ka-ahabhi, waba ngukumkani kumasirayeli kwasamari ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kayehoshafati, ukumkani wakwayuda, waba neminyaka emibini engukumkani kwasirayeli.
22:52 ahasja, der sohn ahabs, ward könig über israel zu samaria im siebzehnten jahr josaphats, des königs juda's, und regierte über israel zwei jahre;
最終更新: 2012-05-05
使用頻度: 1
品質:
ke kaloku uyehoram, unyana ka-ahabhi, waba ngukumkani kumasirayeli kwasamari, ngomnyaka weshumi elinesibhozo kayehoshafati ukumkani wakwayuda; waba neminyaka elishumi elinamibini engukumkani.
joram, der sohn ahabs, ward könig über israel zu samaria im achtzehnten jahr josaphats, des königs juda's, und regierte zwölf jahre.
最終更新: 2012-05-05
使用頻度: 1
品質:
ke kaloku ngomnyaka wesihlanu kayehoram, unyana ka-ahabhi ukumkani wamasirayeli (uyehoshafati engukumkani wamayuda), waba ngukumkani uyehoram, unyana kayehoshafati ukumkani wamayuda.
im fünften jahr jorams, des sohnes ahabs, des königs in israel, ward joram, der sohn josaphats, könig in juda.
最終更新: 2012-05-05
使用頻度: 1
品質: