Imparare a tradurre dagli esempi di traduzione forniti da contributi umani.
Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.
babhunga ukuba bambambe uyesu ngenkohliso, bambulale.
ኢየሱስንም በተንኰል ሊያስይዙት ሊገድሉትም ተማከሩ፤
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
kususela kuloo mini ngoko babhunga ukuba bambulale.
እንግዲህ ከዚያ ቀን ጀምረው ሊገድሉት ተማከሩ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
ke kaloku ababingeleli abakhulu babhunga ukuze bambulale nolazaro;
የካህናት አለቆችም አልዓዛርን ደግሞ ሊገድሉት ተማከሩ፥
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
becela ukuba abababale ngokumbiza eze eyerusalem; bemlalele ukuze bambulale endleleni.
ጳውሎስንም ሲቃወም እንዲያደላላቸው እየለመኑ፥ በመንገድ ሸምቀው ይገድሉት ዘንድ አስበው ወደ ኢየሩሳሌም እንዲያስመጣው ማለዱት።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
kuthe ke kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uyesu, ukuba bambulale.
ሲነጋም የካህናት አለቆችና የሕዝቡ ሽማግሎች ሁሉ ሊገድሉት በኢየሱስ ላይ ተማከሩ፤
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
ke kaloku bekuza kubakho ipasika, izonka ezingenagwele, emveni kweentsuku ezimbini; baye ke ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangathini na ukumbamba ngenkohliso, bambulale.
ከሁለት ቀን በኋላ ፋሲካና የቂጣ በዓል ነበረ። የካህናት አለቆችም ጻፎችም እንዴት አድርገው በተንኰል እንደሚይዙትና እንደሚገድሉት ይፈልጉ ነበር።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità: