From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
የተጠሩ ብዙዎች፥ የተመረጡ ግን ጥቂቶች ናቸውና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kumanele lowo unjalo oko kumkhalimela kwabona baninzi kuni;
እንደዚህ ላለ ሰው ይህ ከእናንተ የምትበዙት የቀጣችሁት ቅጣት ይበቃዋልና እንደዚህ ያለው ከልክ በሚበዛ ኀዘን እንዳይዋጥ፥
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ngelo xesha baninzi abaya kukhutyekiswa, banikelane, bathiyane.
በዚያን ጊዜም ብዙዎች ይሰናከላሉ እርስ በርሳቸውም አሳልፈው ይሰጣጣሉ እርስ በርሳቸውም ይጣላሉ፤
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
akubon ukuba uyazithetha ezi zinto, bakholwa kuye, baba baninzi.
ይህን ሲናገር ብዙዎች በእርሱ አመኑ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ke baninzi abokuqala abaya kuba ngabokugqibela, nabokugqibela abaya kuba ngabokuqala.
ነገር ግን ብዙዎቹ ፊተኞች ኋለኞች፥ ኋለኞችም ፊተኞች ይሆናሉ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kwaye kuya kuvela abaprofeti ababuxoki babe baninzi, balahlekise abantu abaninzi.
ብዙ ሐሰተኞች ነቢያትም ይነሣሉ ብዙዎችንም ያስታሉ፤
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi bangukristu, balahlekise into eninzi.
ብዙዎች። እኔ ክርስቶስ ነኝ እያሉ በስሜ ይመጣሉና፤ ብዙዎችንም ያስታሉ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
baninzi abaya kulandela intshabalalo yabo; eya kunyeliswa ngenxa yabo indlela yenyaniso.
ብዙዎችም በመዳራታቸው ይከተሉአቸዋል በእነርሱም ጠንቅ የእውነት መንገድ ይሰደባል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba ndikhululekile nje kubo bonke, ndizikhonzisile kubo bonke, ukuze ndibazuze abona baninzi.
ከሰው ሁሉ አርነት የወጣሁ ስሆን የሚበልጡትን እንድጠቅም እንደ ባሪያ ራሴን ለሁሉ አስገዛለሁ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ngenxa yoku baninzi phakathi kwenu abaswele amandla, nabayimilwelwe, banele nabalele ukufa.
ስለዚህ በእናንተ ዘንድ የደከሙና የታመሙ ብዙዎች አሉ አያሌዎችም አንቀላፍተዋል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ndithi ke kuni, baninzi abaya kufika bevela empumalanga nasentshonalanga, bangqengqe ndawonye noabraham noisake noyakobi ebukumkanini bamazulu.
እላችኋለሁም፥ ብዙዎች ከምሥራቅና ከምዕራብ ይመጣሉ ከአብርሃምና ከይስሐቅ ከያዕቆብም ጋር በመንግሥተ ሰማያት ይቀመጣሉ፤
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ngokunjalo abokugqibela baya kuba ngabokuqala, nabokuqala, baya kuba ngabokugqibela; kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
እንዲሁ ኋለኞች ፊተኞች፥ ፊተኞችም ኋለኞች ይሆናሉ፤ የተጠሩ ብዙዎች፥ የተመረጡ ግን ጥቂቶች ናቸውና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba konke oko kungenxa yenu, ukuze luthi ubabalo, lwakuba lwandile ngabona baninzi, luwuphuphumise umbulelo, use ekuzukiseni uthixo.
በብዙዎች በኩል የተትረፈረፈው ጸጋ ለእግዚአብሔር ክብር ምስጋናን ያበዛ ዘንድ፥ ሁሉ ስለ እናንተ ነውና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba ndithi kuni, baninzi abaprofeti nookumkani ababethande ukubona izinto enizibonayo nina, abazibona; nokuva izinto enizivayo, abaziva.
እላችኋለሁና፥ እናንተ የምታዩትን ብዙዎች ነቢያትና ነገሥታት ሊያዩ ወደዱ አላዩምም፥ የምትሰሙትንም ሊሰሙ ወድደው አልሰሙም አለ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba ndiyakwazi ukuthumekelela kwenu, endiqhayisa ngako ngani kwabelasemakedoni, ndisithi elaseakaya beliselilunge kwanyakenye; nokuzondelela kwenu kwaxhokonxa abona baninzi.
በጎ ፈቃዳችሁን አውቄአለሁና፤ ስለዚህም። አካይያ ከአምና ጀምሮ ተዘጋጅቶአል ብዬ ለመቄዶንያ ሰዎች በእናንተ እመካለሁ፥ ቅንዓታችሁም የሚበዙቱን አነሣሥቶአል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba ndithi kuni, inene, baninzi abaprofeti nabantu abangamalungisa, abanqwenelayo ukuzibona izinto enizibonayo abazibona; nokuziva izinto enizivayo, abaziva.
እውነት እላችኋለሁ፥ ብዙዎች ነቢያትና ጻድቃን የምታዩትን ሊያዩ ተመኝተው አላዩም፥ የምትሰሙትንም ሊሰሙ ተመኝተው አልሰሙም።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba kubhaliwe kwathiwa, yiba nemihlali, ludlolo lungazaliyo; gqabhuka umemelele, wena ungenanimba; ngokuba baninzi abantwana besishiywa, ngaphezu kwabonendoda.
አንቺ የማትወልጅ መካን፥ ደስ ይበልሽ፤ አንቺ አምጠሽ የማታውቂ፥ እልል በዪና ጩኺ፤ ባል ካላቱ ይልቅ የብቸኛይቱ ልጆች በዝተዋልና ተብሎ ተጽፎአል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
baninzi abaya kuthi kum ngaloo mini, nkosi, nkosi, sasingathe na egameni lakho saprofeta, sathi egameni lakho sakhupha iidemon, sathi egameni lakho senza imisebenzi yamandla emininzi?
በዚያ ቀን ብዙዎች። ጌታ ሆይ፥ ጌታ ሆይ፥ በስምህ ትንቢት አልተናገርንምን፥ በስምህስ አጋንንትን አላወጣንምን፥ በስምህስ ብዙ ተአምራትን አላደረግንምን? ይሉኛል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
amakhulu abantu abe negalelo kwikhowudi ye-gnome ukususela ekuqalisweni kwayo ngowe-1997; baninzi ababe negalelo ngeendlela ezizezinye ezibalulekileyo, kubandakanywa uguqulelo, ugcino kumaxwebhu, nokuqinisekiswa kodidi.unknownmonitor vendor
ኖም ከተጀመረበት እ.ኤ.አ. 1997 ጀምሮ በመቶዎች የሚቆጠሩ ሰዎች ለኖም ኮድ አበርክተዋል፤ ይበልጥ ብዙ ደግሞ በትርጉም፣ በመረጃ ማሰባሰብና በጥራት ጥበቃ ጨምሮ በሌሎች አስፈላጊ መንገዶች አስተዋጽኦ አበርክተዋል።unknownmonitor vendor
Last Update: 2014-08-15
Usage Frequency: 1
Quality: