Results for enyameni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

enyameni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kuba umyuda asingulowo unguye ngokwangaphandle, nolwaluko asilulo olo lwangaphandle enyameni;

Amharic

በግልጥ አይሁዳዊ የሆነ አይሁዳዊ አይደለምና፥ በግልጥ በሥጋ የሚደረግ መገረዝም መገረዝ አይደለምና፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba thina badla ubomi simana sinikelwa ekufeni ngenxa kayesu, ukuze nobomi bukayesu bubonakalaliselwe enyameni yethu enokufa.

Amharic

የኢየሱስ ሕይወት ደግሞ በሚሞት ሥጋችን ይገለጥ ዘንድ እኛ ሕያዋን የሆንን ከኢየሱስ የተነሣ ዘወትር ለሞት አልፈን እንሰጣለንና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoku ndiyavuya ezintlungwini zam ngenxa yenu, ndikuzalisa kanye okusileleyo kwiimbandezelo zikakristu, enyameni yam, ngenxa yomzimba wakhe olilo ibandla;

Amharic

አሁን በመከራዬ ስለ እናንተ ደስ ይለኛል፥ ስለ አካሉም ማለት ስለ ቤተ ክርስቲያን በሥጋዬ በክርስቶስ መከራ የጐደለውን እፈጽማለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoko ndithi, khumbulani ukuba nina, enibe nifudule niziintlanga ngokwenyama, kusithiwa ningabangalukileyo, ngabo kuthiwa ngabolwaluko olwenziwe ngezandla enyameni:

Amharic

ስለዚህ እናንተ አስቀድሞ በሥጋ አሕዛብ የነበራችሁ፥ በሥጋ በእጅ የተገረዙ በተባሉት ያልተገረዙ የተባላችሁ፥ ይህን አስቡ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kodwa ke ukuba uthe wazeka, akonanga; nokuba intombi ithe yenda, ayonanga. ke abanjalo boba nembandezelo enyameni. ke mna, ngokwenjenje, ndiconga nina.

Amharic

ብታገባ ግን ኃጢአት አትሠራም ድንግሊቱም ብታገባ ኃጢአት አትሠራም፤ ነገር ግን እንዲህ በሚያደርጉ በሥጋቸው ላይ መከራ ይሆንባቸዋል፥ እኔም እራራላችሁ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,762,914,517 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK