Results for ngesabatha translation from Xhosa to Amharic

Xhosa

Translate

ngesabatha

Translate

Amharic

Translate
Translate

Instantly translate texts, documents and voice with Lara

Translate now

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wehla waya ekapernahum, umzi welasegalili; wayebafundisa ngesabatha.

Amharic

ወደ ገሊላ ከተማም ወደ ቅፍርናሆም ወረደ። በሰንበትም ያስተምራቸው ነበር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baye bemlalele, ukuba womphilisa na ngesabatha, ukuze bammangalele.

Amharic

ሊከሱትም፥ በሰንበት ይፈውሰው እንደ ሆነ ይጠባበቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bangena ekapernahum. engene kwaoko ngesabatha endlwini yesikhungu, wafundisa.

Amharic

ወደ ቅፍርናሆምም ገቡ፤ ወዲያውም በሰንበት ወደ ምኵራብ ገብቶ አስተማረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathe ke abathile babafarisi kubo, yini na ukuba nenze oko kungavumelekileyo ngesabatha?

Amharic

ከፈሪሳውያን ግን አንዳንዶቹ። በሰንበት ሊያደርግ ያልተፈቀደውን ስለ ምን ታደርጋላችሁ? አሉአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi ehamba ecanda emasimini ngesabatha, baqala abafundi bakhe ukuhamba besikha izikhwebu.

Amharic

በሰንበትም በእርሻ መካከል ሲያልፍ ደቀ መዛሙርቱ እየሄዱ እሸት ይቀጥፉ ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngenxa yoko ayemtshutshisa uyesu amayuda, afuna ukumbulala; ngokuba wayesenza ezo zinto ngesabatha.

Amharic

ስለዚህም በሰንበት ይህን ስላደረገ አይሁድ ኢየሱስን ያሳድዱት ነበር ሊገድሉትም ይፈልጉ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baye ke bemlalele ababhali nabafarisi, ukuba wophilisa na ngesabatha; ukuze bafumane indawo yokummangalela.

Amharic

ጻፎችና ፈሪሳውያንም መክሰሻ ሊያገኙበት በሰንበት ይፈውስ እንደ ሆነ ይጠባበቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi, akuba engene ngesabatha endlwini yomnye wakubaphathi babafarisi, ukuba adle isonka, bahlala bemlalele bona.

Amharic

በሰንበትም ከፈሪሳውያን አለቆች ወደ አንዱ ቤት እንጀራ ሊበላ በገባ ጊዜ እነርሱ ይጠባበቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku abafarisi, bakukubona oko, bathi kuye, yabona, abafundi bakho benza oko kungavumelekileyo ukwenziwa ngesabatha.

Amharic

ፈሪሳውያንም አይተው። እነሆ፥ ደቀ መዛሙርትህ በሰንበት ማድረግ ያልተፈቀደውን ያደርጋሉ አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi ngesabatha ethile, wacanda emasi mini; baye abafundi bakhe besikha izikhwebu, bazidla, bezihlikihla ngezandla.

Amharic

በሰንበትም በእርሻ መካከል ያልፍ ነበር ደቀ መዛሙርቱም እሸት ይቀጥፉ በእጃቸውም እያሹ ይበሉ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke kubo, kuni apha nguwuphi na umntu ongethi, enemvu inye, yaza yona yeyela emhadini ngesabatha, angayibambi ayirhole?

Amharic

እርሱ ግን። ከእናንተ አንድ በግ ያለው በሰንበት በጉድጓድ ቢወድቅበት፥ ይዞ የማያወጣው ሰው ማን ነው?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula uyesu wathetha kubo abaqondisi-mthetho nabafarisi, esithi, kuvumelekile na ukuphilisa ngesabatha? bathi quthu ke bona.

Amharic

ኢየሱስም መልሶ። በሰንበት መፈወስ ተፈቅዶአልን ወይስ አልተፈቀደም? ብሎ ለሕግ አዋቂዎችና ለፈሪሳውያን ተናገረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi kubo, okuvumelekileyo ngesabatha kukwenza okulungileyo, kukwenza okubi, kusini na? kukusindisa, kukubulala, kusini na? ke bahlala bathi tu.

Amharic

በሰንበት በጎ ማድረግ ተፈቅዶአልን? ወይስ ክፉ? ነፍስ ማዳን ወይስ መግደል? አላቸው፤ እነርሱም ዝም አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yamphendula ngoko inkosi, yathi, mhanahanisindini, akathi na elowo kuni ayikhulule ngesabatha inkomo yakhe, nokuba liesile lakhe, emkhumbini wesitali, alirhole aye kuliseza?

Amharic

ጌታም መልሶ። እናንተ ግብዞች፥ ከእናንተ እያንዳንዱ በሰንበት በሬውን ወይስ አህያውን ከግርግሙ ፈትቶ ውኃ ሊያጠጣው ይወስደው የለምን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku waphendula umphathi wendlu yesikhungu, ecaphuka kuba uyesu waphilisa ngesabatha, wathi kwizihlwele, mithandathu imihla ekufanele ukusetyenzwa ngayo; yizani ngayo ngoko niphiliswe, kungabi ngawo umhla wesabatha.

Amharic

የምኵራብ አለቃ ግን ኢየሱስ በሰንበት ስለ ፈወሰ ተቈጥቶ መለሰና ሕዝቡን። ሊሠራባቸው የሚገባ ስድስት ቀኖች አሉ፤ እንግዲህ በእነርሱ መጥታችሁ ተፈወሱ እንጂ በሰንበት አይደለም አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

amayuda ngoko, ukuze imizimba ingahlali emnqamlezweni ngesabatha, ekubeni yayiyimini yokulungiselela isabatha (kuba loo sabatha ibingumhla omkhulu), acela kupilato ukuba imilenze yabo yaphulwe, basuswe.

Amharic

አይሁድም የማዘጋጀት ቀን ስለ ሆነ ያ ሰንበት ትልቅ ነበረና ሥጋቸው በሰንበት በመስቀል ላይ እንዳይኖር፥ ጭናቸውን ሰብረው እንዲያወርዱአቸው ጲላጦስን ለመኑት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
8,946,836,119 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK