Results for wathabatha translation from Xhosa to Amharic

Xhosa

Translate

wathabatha

Translate

Amharic

Translate
Translate

Instantly translate texts, documents and voice with Lara

Translate now

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wathabatha, wadla emehlweni abo.

Amharic

ተቀብሎም በፊታቸው በላ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usuke wazihluba, wathabatha ubume bomkhonzi, enziwe wafana nabantu;

Amharic

ነገር ግን የባሪያን መልክ ይዞ በሰውም ምሳሌ ሆኖ ራሱን ባዶ አደረገ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathabatha upetros noonyana bobabini bakazebhedi, waqala ukuba buhlungu nokudandatheka kakhulu.

Amharic

ጴጥሮስንም ሁለቱንም የዘብዴዎስን ልጆች ወስዶ ሊያዝን ሊተክዝም ጀመር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wesuka wagidima kwaoko omnye kubo, wathabatha imfunxa, wayizalisa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza.

Amharic

ወዲያውም ከእነርሱ አንዱ ሮጠ፤ ሰፍነግም ይዞ ሆምጣጤ ሞላበት፥ በመቃም አድርጎ አጠጣው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, akuba etshilo, wathabatha isonka, wabulela kuthixo emehlweni abo bonke; waqhekeza, waqala wadla.

Amharic

ይህንም ብሎ እንጀራን ይዞ በሁሉ ፊት እግዚአብሔርን አመሰገነ ቈርሶም ይበላ ዘንድ ጀመረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathabatha isonka, wathi akubulela waqhekeza, wabanika, esithi, ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula.

Amharic

እንጀራንም አንሥቶ አመሰገነ ቆርሶም ሰጣቸውና። ስለ እናንተ የሚሰጠው ሥጋዬ ይህ ነው፤ ይህን ለመታሰቢያዬ አድርጉት አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku kuthe, emveni kwezi zinto, malunga neentsuku ezisibhozo, wathabatha upetros noyohane noyakobi; wenyuka wava entabeni, esiya kuthandaza.

Amharic

ከዚህም ቃል በኋላ ስምንት ቀን ያህል ቈይቶ ጴጥሮስንና ዮሐንስን ያዕቆብንም ይዞ ሊጸልይ ወደ ተራራ ወጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

owathi kwangelo lixa wathabatha amasoldati nabathetheli-khulu, wabaleka, wehla waya kubo. bakumbona ke umthetheli-waka namasoldati, bayeka ukumbetha upawulos.

Amharic

እርሱም ያን ጊዜ ወታደሮችን ከመቶ አለቆች ጋር ይዞ እየሮጠ ወረደባቸው፤ እነርሱም የሻለቃውንና ወታደሮችን ባዩ ጊዜ ጳውሎስን መምታት ተዉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi akufika kuthi, wathabatha umbhinqo kapawulos, wazibopha izandla neenyawo, wathi, utsho ke umoya oyingcwele ukuthi, indoda ongowayo lo mbhinqo, aya kwenjenje amayuda ukuyibopha eyerusalem, ayinikele ezandleni zeentlanga.

Amharic

ወደ እኛም መጣና የጳውሎስን መታጠቂያ ወስዶ የገዛ እጁንና እግሩን አስሮ። እንዲሁ መንፈስ ቅዱስ። ይህ መታጠቂያ ያለውን ሰው አይሁድ በኢየሩሳሌም እንደዚህ ያስሩታል በአሕዛብም እጅ አሳልፈው ይሰጡታል ይላል አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
8,927,563,604 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK