Hai cercato la traduzione di wayesithi da Xhosa a Amarico

Traduzione automatica

Imparare a tradurre dagli esempi di traduzione forniti da contributi umani.

Xhosa

Amharic

Informazioni

Xhosa

wayesithi

Amharic

 

Da: Traduzione automatica
Suggerisci una traduzione migliore
Qualità:

Contributi umani

Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.

Aggiungi una traduzione

Xhosa

Amarico

Informazioni

Xhosa

wayesithi kubo, phofu yini na ukuba ningaqondi?

Amarico

ገና አላስተዋላችሁምን? አላቸው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi kubo, unyana womntu lo uyinkosi yayo nesabatha.

Amarico

የሰው ልጅ የሰንበት ጌታ ነው አላቸውም።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi ke, into ephumayo emntwini, yiyo leyo emenza inqambi umntu;

Amarico

እርሱም አለ። ከሰው የሚወጣው ሰውን የሚያረክስ ያ ነው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi, ubukumkani bukathixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni;

Amarico

እርሱም አለ። በምድር ዘርን እንደሚዘራ ሰው የእግዚአብሔር መንግሥት እንደዚህ ናት ሌሊትና ቀን ይተኛልም ይነሣልም፥

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi kubo, isabatha le yabakho ngenxa yomntu, asingumntu owabakhoyo ngenxa yesabatha.

Amarico

ደግሞ። ሰንበት ስለ ሰው ተፈጥሮአል እንጂ ሰው ስለ ሰንበት አልተፈጠረም፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi kubo, apho nithe nangena endlwini, hlalani khona nide nimke kuloo ndawo.

Amarico

በማናቸውም ስፍራ ወደ ቤት ብትገቡ ከዚያ እስክትወጡ ድረስ በዚያው ተቀመጡ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

kusuke, kwanjengokuba wayesithi oko owazalwa ngokwenyama amtshutshise owazalwa ngokomoya, kwaba njalo nakaloku.

Amarico

ነገር ግን እንደ ሥጋ የተወለደው እንደ መንፈስ የተወለደውን በዚያን ጊዜ እንዳሳደደው ዛሬም እንዲሁ ነው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi ke uyesu kubo, umprofeti akasweli mbeko, kungaba kukowabo, nakwizizalwana zakhe, nakokwabo.

Amarico

ኢየሱስም። ነቢይ ከገዛ አገሩና ከገዛ ዘመዶቹ ከገዛ ቤቱም በቀር ሳይከበር አይቀርም አላቸው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi, kungenxa yoku ndatshoyo kuni ukuthi, akukho namnye unako ukuza kum, ukuba akathanga akunikwe ngubawo.

Amarico

ደግሞ። ስለዚህ አልኋችሁ፥ ከአብ የተሰጠው ካልሆነ ወደ እኔ ሊመጣ የሚችል የለም አለ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

abanye babesithi, nguye lo; bambi ke bathi, ufana naye; yena ke wayesithi, ndinguye.

Amarico

ሌሎች። እርሱ ነው አሉ፤ ሌሎች። አይደለም እርሱን ይመስላል እንጂ አሉ፤ እርሱ። እኔ ነኝ አለ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi kubo, yilumkeleni into eniyivayo; umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa ngawo nani, kongezwe kuni nina nivayo.

Amarico

አላቸውም። ምን እንድትሰሙ ተጠበቁ። በምትሰፍሩበት መስፈሪያ ይሰፈርላችኋል ለእናንተም ይጨመርላችኋል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi ngoko kuzo izihlwele ezaziphuma zisiza kubhaptizwa nguye, nzalandini yamarhamba, ngubani na owanibonisayo, ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo?

Amarico

ስለዚህ ከእርሱ ሊጠመቁ ለወጡት ሕዝብ እንዲህ ይላቸው ነበር። እናንተ የእፉኝት ልጆች፥ ከሚመጣው ቍጣ እንድትሸሹ ማን አመለከታችሁ?

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi kubo, inene ndithi kuni, kukho abathile kwabemiyo apha, abangayi kukha beve kufa bona, bade babubone ubukumkani bukathixo busiza ngamandla.

Amarico

እውነት እላችኋለሁ፥ በዚህ ከቆሙት ሰዎች የእግዚአብሔር መንግሥት በኃይል ስትመጣ እስኪያዩ ድረስ፥ ሞትን የማይቀምሱ አንዳንዶች አሉ አላቸው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ke kaloku, wayesithi nakubafundi bakhe, kwaye kukho umntu othile osisityebi, obenegosa; laza lona lancethezwa kuye, ukuba lingoyichithayo impahla yakhe.

Amarico

ደግሞም ለደቀ መዛሙርቱ እንዲህ አለ። መጋቢ የነበረው አንድ ባለ ጠጋ ሰው ነበረ፥ በእርሱ ዘንድ። ይህ ሰው ያለህን ይበትናል ብለው ከሰሱት።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

wayesithi ke nakulowo ummemileyo, xa sukuba usenza isidlo sasemini, nokuba sesangokuhlwa, musa ukubiza izihlobo zakho, nabazalwana bakho, nemizalwane yakho, nabamelwane abazizityebi; hleze nabo babuye bakumeme, ize oko kube yimbuyekezo kuwe.

Amarico

የጠራውንም ደግሞ እንዲህ አለው። ምሳ ወይም እራት ባደረግህ ጊዜ፥ እነርሱ ደግሞ በተራቸው ምናልባት እንዳይጠሩህ ብድራትም እንዳይመልሱልህ፥ ወዳጆችህንና ወንድሞችህን ዘመዶችህንም ባለ ጠጎች ጎረቤቶችህንም አትጥራ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Ottieni una traduzione migliore grazie a
7,759,359,443 contributi umani

Ci sono utenti che chiedono aiuto:



I cookie ci aiutano a fornire i nostri servizi. Utilizzando tali servizi, accetti l'utilizzo dei cookie da parte nostra. Maggiori informazioni. OK