You searched for: emnqamlezweni (Xhosa - Amhariska)

Datoröversättning

Att försöka lära sig översätta från mänskliga översättningsexempel.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

emnqamlezweni

Amharic

 

Från: Maskinöversättning
Föreslå en bättre översättning
Kvalitet:

Mänskliga bidrag

Från professionella översättare, företag, webbsidor och fritt tillgängliga översättningsdatabaser.

Lägg till en översättning

Xhosa

Amhariska

Info

Xhosa

zisindise, uhle emnqamlezweni.

Amhariska

ከመስቀል ወርደህ ራስህን አድን አሉ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

babuya ke bankqangaza bathi, mbethelele emnqamlezweni!

Amhariska

እነርሱም ዳግመኛ። ስቀለው እያሉ ጮኹ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

wandula ngoko ukumnikela kubo, ukuze abethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

ስለዚህ በዚያን ጊዜ እንዲሰቀል አሳልፎ ሰጣቸው።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ke kaloku, laye ililixa lesithathu, abambethelela ngalo emnqamlezweni.

Amhariska

በሰቀሉትም ጊዜ ሦስት ሰዓት ነበረ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ebethelelwe emnqamlezweni; isikhubekiso ke eso kumayuda, ubudenge kumagrike;

Amhariska

እኛ ግን የተሰቀለውን ክርስቶስን እንሰብካለን፤ ይህም ለአይሁድ ማሰናከያ ለአሕዛብም ሞኝነት ነው፥

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ke bona bamana benkqangaza, besithi, bethelela emnqamlezweni; mbethelele emnqamlezweni.

Amhariska

ነገር ግን እነርሱ። ስቀለው ስቀለው እያሉ ይጮኹ ነበር።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

eza ngoko amasoldati, ayaphula okunene imilenze yowokuqala, neyomnye obebethelelwe emnqamlezweni naye.

Amhariska

ጭፍሮችም መጥተው የፊተኛውን ጭን ከእርሱም ጋር የተሰቀለውን የሌላውን ጭን ሰበሩ፤

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

kuba ndagqiba kwelokuba ndingazi nto phakathi kwenu, ingenguyesu kristu, naye ke ebethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

በመካከላችሁ ሳለሁ ከኢየሱስ ክርስቶስ በቀር እርሱም እንደተሰቀለ ሌላ ነገር እንዳላውቅ ቆርጬ ነበርና።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

waza wabakhululela ubharabhas; wathi ke, emtyakatyile uyesu, wamnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

በዚያን ጊዜ በርባንን ፈታላቸው፥ ኢየሱስን ግን ገርፎ ሊሰቀል አሳልፎ ሰጠ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

niyazi ukuba emveni kweentsuku ezimbini kukho ipasika, aze unyana womntu anikelwe ukuba abethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

ለደቀ መዛሙርቱ። ከሁለት ቀን በኋላ ፋሲካ እንዲሆን ታውቃላችሁ፥ የሰው ልጅም ሊሰቀል አልፎ ይሰጣል አለ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

athi upilato kubo, ndimenzeni na ke uyesu ekuthiwa ngukristu? bathi kuye bonke, makabethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

ጲላጦስ። ክርስቶስ የተባለውን ኢየሱስን እንግዲህ ምን ላድርገው? አላቸው፤ ሁሉም። ይሰቀል አሉ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

bamnikele kuzo iintlanga ukuba zidlale ngaye, zimtyakatye, zimbethelele emnqamlezweni, athi ngomhla wesithathu abuye avuke.

Amhariska

ሊዘባበቱበትም ሊገርፉትም ሊሰቅሉትም ለአሕዛብ አሳልፈው ይሰጡታል፥ በሦስተኛውም ቀን ይነሣል አላቸው።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ngoko mayazi ngokuqinisekileyo yonke indlu kasirayeli, ukuba uthixo wamenza inkosi nokristu, kwayena lo yesu nambethelelayo emnqamlezweni nina.

Amhariska

አለ። እንግዲህ ይህን እናንተ የሰቀላችሁትን ኢየሱስን እግዚአብሔር ጌታም ክርስቶስም እንዳደረገው የእስራኤል ወገን ሁሉ በእርግጥ ይወቅ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ke kaloku upilato, ngokunga angasithomalalisa isihlwele, wabakhululela ubharabhas. emtyakatyile ke uyesu, wamnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni.

Amhariska

ጲላጦስም የሕዝቡን ፈቃድ ሊያደርግ ወዶ በርባንን ፈታላቸው፥ ኢየሱስንም ገርፎ እንዲሰቀል አሳልፎ ሰጠ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

besitsho ukuthi, wena uchitha itempile, uyakhe ngeentsuku ezintathu, zisindise; ukuba ungunyana kathixo, yihla emnqamlezweni.

Amhariska

ቤተ መቅደስን የምታፈርስ በሦስት ቀንም የምትሠራው፥ ራስህን አድን፤ የእግዚአብሔር ልጅስ ከሆንህ ከመስቀል ውረድ አሉት።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

sikwazi nje oku, ukuba umntu wethu omdala wabethelelwa emnqamlezweni kunye naye, ukuze umzimba wesono uphuthiswe, size singabi sasikhonza isono;

Amhariska

ከእንግዲህስ ወዲያ ለኃጢአት እንዳንገዛ የኃጢአት ሥጋ ይሻር ዘንድ አሮጌው ሰዋችን ከእርሱ ጋር እንደ ተሰቀለ እናውቃለን፤ የሞተስ ከኃጢአቱ ጸድቋልና።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

kuba, nakuba wabethelelwayo emnqamlezweni ngokwasekusweleni amandla, udla ubomi ngokwasemandleni kathixo. kuba nathi siswele amandla kuye, noko siya kudla ubomi naye ngokwasemandleni kathixo, ngokubhekisele kuni.

Amhariska

በድካም ተሰቅሎአልና፥ ነገር ግን በእግዚአብሔር ኃይል በሕይወት ይኖራል። እኛ ደግሞ ከእርሱ ጋር እንደክማለንና፥ ነገር ግን ስለ እናንተ በሆነ በእግዚአብሔር ኃይል ከእርሱ ጋር በሕይወት እንኖራለን።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ithi ke yona kubo, musani ukuqhiphuka umbilini; nifuna uyesu wasenazarete, obebethelelwe emnqamlezweni. uvukile, akakho apha; nantsi indawo ababembeke kuyo.

Amhariska

እርሱ ግን። አትደንግጡ፤ የተሰቀለውን የናዝሬቱን ኢየሱስን ትፈልጋላችሁ፤ ተነሥቶአል፥ በዚህ የለም፤ እነሆ እርሱን ያኖሩበት ስፍራ።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

loo mbhalo ngoko into eninzi yamayuda yawulesa; ngokuba indawo, uyesu awayebethelelwe kuyo emnqamlezweni, yayikufuphi nomzi; kwaye ke kubhaliwe ngesihebhere, nangesigrike, nangesiroma.

Amhariska

ኢየሱስም የተሰቀለበት ስፍራ ለከተማ ቅርብ ነበረና ከአይሁድ ብዙዎች ይህን ጽሕፈት አነበቡት፤ በዕብራይስጥና በሮማይስጥ በግሪክም ተጽፎ ነበር።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Xhosa

ke wona ankqangaza esithi, susa, susa, mbethelele emnqamlezweni! athi upilato kuwo, ndimbethelele emnqamlezweni na ukumkani wenu? baphendula ababingeleli abakhulu bathi, thina asinakumkani ungenguye ukesare.

Amhariska

እነርሱ ግን። አስወግደው፥ አስወግደው፥ ስቀለው እያሉ ጮኹ። ጲላጦስም። ንጉሣችሁን ልስቀለውን? አላቸው። የካህናት አለቆችም። ከቄሣር በቀር ሌላ ንጉሥ የለንም ብለው መለሱለት።

Senast uppdaterad: 2012-05-05
Användningsfrekvens: 1
Kvalitet:

Få en bättre översättning med
7,728,952,301 mänskliga bidrag

Användare ber nu om hjälp:



Vi använder cookies för att förbättra din upplevelse. Genom att fortsätta besöka den här webbplatsen godkänner du vår användning av cookies. Läs mer. OK