From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
intsikelelo yabadakayo ibindizela, nentliziyo yomhlolokazi bendiyimemelelisa.
blagoslov onog koji propadae dolaae na me, i udovici srce raspevah;
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
kuya kuba mnandi kwabamohlwayayo; kubo koza intsikelelo enokulungileyo.
a koji ga karaju, oni æe biti mili, i doæi æe na njih blagoslov dobrih.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
uya kwamkela intsikelelo kuyehova, nobulungisa kuthixo ongumsindisi wakhe.
on æe dobiti blagoslov od gospoda, i milost od boga, spasa svog.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
wathi yena, kufike umninawa wakho ngenkohliso, wayithabatha intsikelelo yakho.
a on mu reèe: dodje brat tvoj s prevarom, i odnese tvoj blagoslov.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
bengekathi nabadlulayo, intsikelelo kayehova mayibe kuni; siyanisikelela egameni likayehova.
i koji prolaze neæe reæi: "blagoslov gospodnji na vama! blagosiljamo vas imenom gospodnjim."
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
Warning: Contains invisible HTML formatting
intsikelelo, ukuba nithe nayiphulaphula imithetho kayehova uthixo wenu, endiniwiselayo namhla;
blagoslov, ako uzasluate zapovesti gospoda boga svog, koje vam ja danas zapovedam;
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
mhlawumbi ubawo wondiva, ndibe njengomgculeli emehlweni akhe, ndizizisele intshwabulelo, ndingaziziseli intsikelelo.
moe me opipati otac, pa æe se osetiti da sam ga hteo prevariti, te æu navuæi na se prokletstvo mesto blagoslova.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
kwakulo mlomo mnye kuphuma intsikelelo nengqalekiso. akufanelekile, bazalwana bam, ukuba ezi zinto zibe nje.
iz jednih usta izlazi blagoslov i kletva. ne valja, ljubazna braæo moja, da ovo tako biva.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
ukuze intsikelelo ka-abraham ibe sezintlangeni ngokristu yesu, ukuze idinga lomoya silamkele ngalo ukholo.
da medju neznabocima bude blagoslov avramov u hristu isusu, da obeæanje duha primimo kroz veru.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
ngubani na owaziyo? mhlawumbi wobuya azohlwaye, ashiye intsikelelo ngasemva kwakhe, umnikelo wokudla nothululwayo kuyehova uthixo wenu.
ko zna, neæe li se povratiti i raskajati se, i ostaviti iza toga blagoslov, dar i naliv za gospoda boga vaeg.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
wathi umoses, zimiseleni namhla kuyehova, ukuba umntu achase unyana wakhe nomzalwana wakhe, ithotywe namhla intsikelelo phezu kwenu.
jer mojsije reèe: posvetite danas ruke svoje gospodu, svak na sinu svom i na bratu svom, da bi vam dao danas blagoslov.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
weza udavide etsikelage, wathumela inxenye yamaxhoba kumadoda amakhulu akwayuda, kumakowabo, esithi, nantso intsikelelo yenu emaxhobeni eentshaba zikayehova;
i kad dodje david u siklag, posla on plena stareinama judinim, prijateljima svojim, govoreæi: evo vam dar od plena neprijatelja gospodnjih;
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
akunike intsikelelo ka-abraham, wena nembewu yakho ndawonye nawe, ukuze ulidle ilifa ilizwe lokuphambukela kwakho, elo uthixo walinika uabraham.
i da ti da blagoslov avramov, tebi i semenu tvom s tobom, da nasledi zemlju u kojoj si doljak, koju bog dade avramu.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
ngoko ndaba kuyafuneka ukubavuselela abazalwana, ukuba basandulele ukuya kuni, bayilungise ngaphambili intsikelelo yenu ebiselixeliwe ngaphambili; ilunge yona ngohlobo lwentsikelelo, ingangi yeyokuvimba.
tako nadjoh da je potrebno umoliti braæu da napred idu k vama, i da priprave ovaj napred obreèeni va blagoslov, da bude gotov tako kao blagoslov, a ne kao lakomstvo.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
kwathi, ukususela ekubeni yamenza umveleli wendlu yayo neento zonke ebinazo, wayisikelela uyehova indlu yomyiputa lowo ngenxa kayosefu. yabakho intsikelelo kayehova ezintweni zonke ebinazo, endlwini nasezindle.
a kad ga postavi nad domom svojim i nad svim to imae, od tada gospod blagoslovi dom toga misirca radi josifa; i blagoslov gospodnji bee na svemu to imae u kuæi i u polju.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
ndingqinisisa amazulu nehlabathi namhla ngani; ndibeke phambi kwenu ubomi nokufa, intsikelelo nesiqalekiso. nyula ke ubomi, ukuze uphile, wena nembewu yakho;
svedoèim vam danas nebom i zemljom, da sam stavio pred vas ivot i smrt, blagoslov i prokletstvo; zato izaberi ivot da bude iv ti i seme tvoje,
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
utsho uyehova ukuthi, njengokuba incindi ifunyanwa esihlokweni, athi umntu, musa ukusonakalisa, ngokuba kukho intsikelelo kuso; ndiya kwenjenjalo ngenxa yabakhonzi bam, ukuze ndingonakalisi into yonke.
ovako veli gospod: kao kad ko nadje vino u grozdu, pa reèe: ne kvari ga, jer je blagoslov u njemu, tako æu uèiniti radi sluga svojih, neæu ih potrti sve,
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality:
wabuyela kumfo wakwathixo, yena nesihlwele sakhe sonke, weza, wema phambi kwakhe, wathi, uyabona, ndiyaqonda ngoku ukuba akukho thixo ehlabathini lonke, kukwasirayeli kodwa; kaloku khawamkele intsikelelo kumkhonzi wakho.
tada se vrati k èoveku boijem sa pratnjom svojom i doav stade pred njim, i reèe: evo sad vidim da nema boga nigde na zemlji do u izrailju. nego uzmi dar od sluge svog.
Last Update: 2012-05-04
Usage Frequency: 1
Quality: